Ingaba wena okanye umntu omaziyo ukhe wabakwingozi endleleni, kwaye ufuna ukwenza ibango elitsha lwentlawulo-mali kwi ngxowa mali yengozi zendlela (RAF).
Uzifakele ngokwakho ibango lwemali kwi ngxowa mali yengozi zendlela (RAF), kodwa awukayifumani imali okanye imali oyifumeneyo ayikuxolisi!
Ufake ibango usebenzisa igqwetha, kodwa ibango lakho alihambeli ndawo, awufumani mpendulo, kwaye ucinga ukuba awubhatalekanga kakuhle