Abakwa RAF baye babhengeza ukuba abantu abafumene iingozi endleleni mabazenzele ngokwabo amabango emali, ngaphandle kokufuna uncedo lwamagqwetha. Bathembisa ukuba lenkqubo yeyona ilula nekhawulezayo, kwaye incedisana nabantu ukuba bangachithi mali, ngelishwa oku akwenzeki.
Inyaniso yona yeyokuba amabango amaninzi ayekwa engabhatalwanga, ade aphelelwe lixesha. Abantu abaninzi bhatalwa imali enganelisiyo engekho semthethweni (babhatalwa kancinci okanye zikhatywe izicelo zabo).
U APRAV ufumana iminxeba veki zonke evela ebantwini nechaza ukuba izicelo zabo zikhatyiwe ngokungekho semthethweni, abanye babhatalwe imali engaphelelanga okanye abahoywa.
Sidinga ukuba usithumelele ezinkcukacha zilandelayo:
- Amagama akho apheleleyo
- Inombolo yakho yesazisi
- Inombolo yakho yomnxeba
- Umhla ekwenzeke ngayo ingozi
- Uthi gqaba – gqaba ukuba wenzakale njani
Kutheni u Aprav ecebisa ukuba ufune uncedo lwegqwetha elinamava? Kungokuba:
- Igqwetha lizokujongela ukuba unalo na ibango kwa RAF
- Lincedisane nawe ukwenza isicelo mali, lincedisane nawekwingxaki ozkujongana nazo
- Lifumane ingxelo yamapolisa, nengxelo zomonzakalo nezonyango zikagqirha
- Lithetha-thethane no RAF, (likuyele nasenkundleni yamatyala)
Ingaba unexhala lokuba uzakuyifumana phi imali yokubhatala igqwetha? Sikhona isisombululo, amagqwetha ethu asebenza ngendlela yokuba ukuba likhatyiwe ibango lakho, awulibhatali igqwetha. Kwaye akukho mali uyibhatalayo lingekasebenzi igqwetha
Sizakuqinisekisa ukuba ufumana lonke uncedo oludinganyo. Ungaqhagamshelana nathi ngokusithumelela:
- Umyalezo ocela sikuthinte ku 063 393 3719
Okanye
- Umyalezo ka watsup ku 063 393 3719
Okanye
- Uthumele umyalezo we – email
Omnye wabasebenzi bethu uzakuqhagamshelana nawe kamsinyane.